Uphando lokuBandakanywa kwaBasebenzi

20 Aug 2025
UCT Uphando Lokubandakanywa Kwabasebenzi 2025 - isiXhosa
20 Aug 2025

Ilizwi lakho libalukile kakhulu-kwaye lizisa utshintsho

Sifuna ukuva kubo bonke abasebenzi base-UCT. Yitsho okucingayo!

Uphando lulawulwa ngumcebisi ozimeleyo, i-Aephoria. Imbalelwano iya kuba yimfihlo engqongqo.

Jonga umyalezo ukusukela ngomhla we-21 kweyeThupha 2025.

Uphando lokuBandakanywa kwaBasebenzi